Nokuphiwa Vokwana

Nokuphiwa Vokwana Healthy lifestyle is the most important thing

Lunch time ⏲️
12/02/2026

Lunch time ⏲️

Basikelelekile ngokwenjenjalo 🙌
11/02/2026

Basikelelekile ngokwenjenjalo 🙌

Ndiswele ukubulela Ngo nootaxi abandincedileyo namhlanje.

Molweni ndicela nje ukubulela obhuthi abaqhuba iitaxi zika eSite C namhlanje ekuseni eziya eTown. Ndiyakwi interview andinayo ne cent ndifike ndafola Kwi line yase Town Xa ndafika phambili ndathetha no bhuti ongu Siya andimazi noba yi tawuta nha. Ndamxelela uba ndicela uncedo andina mali ndiya Kwi interview eTown ngo 09:30. Wathi mandime ecaleni kwakhe wayo kho Bhuti ababini beza k*m bathi asizokwazi ukwenza over load sigadiwe. Bandinika imali omnye wakupha R40 esithi yeyokugqibela omnye wakupha R60 wathi kukuya nobuya kwakho thenge ne drink. Ndiye ndakhala bethunani ndiswele ukuthetha. Ndimbulelo omkhulu ongazenzisiyo ngu Bhuti oqhuba itaxi ebhalwe T MDIZA (Maqolomba) eback kunye no Bhuti oquba itaxi eBhalwe Zibula Tour eback.
Thixo andise apho bathatha khona. Andinamazwi okubulela
Please help me ubulela aba Bhuti in public ndifike early and safe for my interview.

Vavava nge wotshi k*mmtu wakho kule valaza
10/02/2026

Vavava nge wotshi k*mmtu wakho kule valaza

10/02/2026

Rush hour let's go

24/01/2026

Let's grow together

Akulaleki ungenamali
17/01/2026

Akulaleki ungenamali

12/11/2025

Grab me

Address

Durbanville
Cape Town
7550

Telephone

+27719273521

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nokuphiwa Vokwana posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share