Thandeka Zondo

Thandeka Zondo Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Thandeka Zondo, Women's clothes shop, Durban.

27/04/2021

5

Uvukile Maka Thandi ekseni wabona Elomso engekho roomin Yakhe Waya kitchen wenza into etyiwayo wathi Xa ezotya kwangena Elomso wambuza ukuba uvelaphi khange aphendule wathatha i bag ebeyiphethe wanika umamakhe wathi makavule kwabe kukhona imali lomama uye wagcoba Waya bathroom wahlamba for 15 minutes waphuma wanxiba Waya stopin walinda for 5 minutes kwaqhamka imoto wakhwela Waya town wafika wa grocer wemka uthe Xa efika kukhona u Thandi wamangala ukuba ufunani uThandi wabulisa wagqiba wathi makayothathiswa grocery bemka bencokola uThandi ubezokoba abantwana Baka Elomso bebebahle befana bancokole kwabetha u 7:00 wagoduka uThandi (ephinda eThekwini)

Thandi

Ufike kukhona intombazana incokola no Willier behleka bemana bencamisana wafika ekhathele Xa efika u Willier ugibele phezu kwentombazana uvele wahleka bothuka uwillier nalentombazana bengazi noba bathini ungenile eRoomin Yakhe beno Willier wafika kukhona ama Condom kukhona ipent phantsi uphumile Waya kwenye kamera wafikwa wazikhiyela walila Wade walala uphaphame eksene wavuka wahlamba Waya emsebenzini wasebenza Kahle kwathi sekulixesha le Lunch waphuma wayotya lunch kwafika u Willier uvele wavala ukutya kwakhe wabuyela emsebenzini kwalixesha lokugoduka wagoduka wafika uwillier elele esofeni ekude nengcinga wafika wabulisa khange alinde nempendulo Waya kulandlu ebelele kuyo wabeka bag Waya bathroom wahlamba wagqiba wanxiba night dress ne morning gown Waya kitchen wenza into etyiwayo watya wayolala

Ndisapheka

Please

Share
Comments
Likes

26/04/2021

Guys ndaxolisa ngathi ndizoyeka ku poster kwi group sendizobhalela ki page kuphela ndinga post kwi group

06/04/2021

4

Bathe xabegqiba ku Celebrate uThandi weva iPhone ikhala uthe Xa eyibamba yabe ingu Mama wakhe ethukanisa emxelela ukuba makabuye azonaka uElomso njengoba ekhulelwe khange aphendule nophendula wacika Phone wahlamba wathi Xa esithi uyolala eRoomin Yakhe wangavumu u Willier bamkile ke ba eRoomin ka William bethandana kumnandi kuyilonto uthe uThandi nje weva ngento eshisayo phaka kwamaThanga uthe Xa egushuza wathi u Willier angabi nexhala ubemothusa kodwa u Willier ibimbethe gqithi imbatyo kusile ngoMvulo u Willier beno Thandi bemka baya e Varsity beyo applyela uThandi bathe nje xabengena eTown uThandi wabona umntu oyiNtombazana omhle njer bavele Bafana babulisana bazi Friends uThandi ubefuna uba ngu Doctor no mngani wakhe ke umngani ka Thandi ibingu Amahle ,Amila , Zintle uZintle ubethanda abafana kakhulu ubefuna u Willier kodwa u Willier engamfuni enake uThandi wakhe

9 month
uThandi uve iPhone ikhala uthe Xa eyibamba yabe ingu Mama wakhe emxelela ukuba u Elomso ubelethile amawele amathathu 2girls 1boy imali yabo ibisi phelile kodwa umaka Thandi ubeqhubeka edayisa ubuye me 100.000 wayibeka no Elomso uhambile wayodayisa wabuya no 50.000 ba founela uThandi bemxelela ukuba makabuye kodwa uThandi khange avume

2 years later

uThandi ubese Sebenza u William uye wathi ku Thandi ucela baye e Lwandle bayile ke bekondlalwe Kahle u William uye Waguqa ngamadolo ecela uThandi ukuba amtshate besekufike abantu abanzi be Record-ile u Thandi uye wathula for 30 minutes u William wacinga uThandi akavumi nabantu endlini sebethule uye wavuma uThandi baphuzana ke 😘 kumnandi umaka Thandi ubone i video le u William ebecela kuyo ukuba u Thandi amshate ube ngxame ngathi lufudo waxelela u Elomso baye bemka baya kwamthakathi beyofuna umthi wokuba yonke into ka Thandi ingaphumeleli bawufumene ke Kanti no Thandi uyile esangomeni uyohlola siye samxelele yonke into sabese savala ukuba umaka Thandi angaphumeleli ngento Yakhe

Ndisapheka

Like
Comments
Share

06/04/2021

Guys ndizobhala ngo 2:00 ngoba ndise busy ngok

Ningalibali

Comments 😊
Share 😊
Likes 😍

Ndanithanda zthandwa ZamπŸ˜‹πŸ˜Š

06/04/2021

3

Umaka Thandi ibimphoxa lento kuba bebedayisa ngeye uThandi uElomso uye wabiza lamfana wambuza ngalento kodwa uye wathi lomfana akamazi ukuba uphi uThandi

5 months later
Kungo June uElomso ubengaziva mnandi uye waxelela umama wakhe ngalento bemkile bayo Check xabefika uElomso umithi kodwa ke uElomso ubeqhubeka nalento

uThandi ubefunda Apha eDurban ubena 17 kulonyaka efuna ibanga leshumi(10) ubepasa Kahle kuthe ezobhala imviwo zika December weva nge Foun wayibamba

Call;Hi

Thandi ; hi ndingkunceda nganton .ubengaz ibingi teacher wakhe uye waxelela ukuba uyafunwa ngumndeni wakhe uThandi khange aphendule nophendula wacika Phone wahlamba babhalile ke kuye kwathiwa I Results zizophuma ngomgqibelo ngo12 bekungo lwesihlanu ubengakwazi nokulinda

Ubuyile lomfana emsebenzini igama lalo mfana ibingu William abanye bebembiza(Willier)
Uthe Xa ebuya wafika elele uThandi uthe Xa ebheka imbiza akuphekwanga tuu uye wathatha R100 wayothenga isonka wabuya wenza into etyiwayo wavusa noThandi batya bebezi friends kodw ke u Willier (William)uye waqunga isbindi

William;mhhm Thandi kunento endifuna kukuxelela Yona
Thandi;ok thetha encume ngathi wojelwe intshontsho

William ; Thandi ndiyakuthanda kudala ndakthanda qha ndandisoyika kukuxelela
Thandi ; ndakthanda nm Willier baye ba😘 bemka baya kameren ka William balala kodwa KeR khange benze kuba uThandi ubesoyika kungomgqibelo ngo 10 ebsuku u William wafuna kulala u Thandi kodwa uThandi uye wathi xasele kuphume results ziphumile uThandi ubepase ngo(A) ebevuya kakhulu baye ba Celebrate KeR kwamnandi

Ndisapheka

Likes & Comments
Share

06/04/2021

Guys ndyaxolisa ngobhala kancinci

Ingxak i Likes & Comments zincinci

Cela nindi support

06/04/2021

2

Babuyile KeR umama kaThandi nosis wakhe .Bafike namadoda amathathu kodwa enye ibingumfana njer omhle Maybe ubena 17 uThandi ubena16 kuye kwathiwa lomfana makaye endlini kaThandi

Lomfana ;Hey girl encumile
Thandeka;(esoyika) unjaniie
Lomfana;cela siye Roomin Yakho

Bahambile bathe xabefika lomfana waqala wabuza uThandi ukuba uliVirgin wathi Thandi ewe wathi lomfana uzonika uThandi imali

uThandi uqale ukoyika lomfana uyewathi uThandi makathathe imali abese azikhalise ukuze kubengathi kukhona into Abayenzileyo wenzenjalo KeR uThandi

Kuthe ekuseni uThandi wazenza umntu ongathi uyenzile lanto umaka Thandi uye wathi uThandi makamnike lamali Ibiyi 50.000 uThandi uye wanika umamakhe i25.000 naye wathatha 25.000. Umama kaThandi nosis wakhe bahambile baya eTown uThandi uye Waya kwenye wathenga foun Uthe Xa ehamba wadibana nalaMfana

Lomfana uthathe uThandi baya eThekwini umaka Thandi bamfune bangamfumani uThandi

Ndisapheka

Likes πŸ˜­πŸ’”
And Comments πŸ˜­πŸ’”

06/04/2021

1

Emzini ka Thandiwe onaBantwana Ababini ngu Elomso no Thandeka

Ekseni uvukile KeR uThandeka wandlula umbhede wakhe wahlamba ubuso namazinyo bekungakuhlanga kulo Thandeka ..

Mom' Thandeka:Yhuu ude wavuka gqwirhandini .ibimphoxaa ke uThandeka

Thandeka: ewe Mama sendivukile uphi uSisi

Mom'Thandeka ;Akekho uyofuna umsebenzi umntana wam Hai wena ulibele kukuhlala Apha utyana nemali yam uyihlo wakushiya nxx

Thandeka: (πŸ˜­πŸ’”) Mama bendingayazi ukuba utata wakushiya ndisayofuna umsebenzi nam

Mom'Thandeka: Hamba wazi KeR ukuba yonke imali ozoyirhola yeyam

Thandeka;ok mama akunangxaki

Uhambile uThandeka kwabe kubuya uElomso usis wakhe omdala

Elomso;Yhuu mama ndiwufumene umsebenzi owenza imali

Mom'Thandeka; uthin owo msebenzi ?

Elomso; kufuneka sidayise ngomzimba

Mom'Thandeka; unyanisile mntanam wenza imali lo msebenzi wakho

Ubuyile uThandeka emallanga wafika kungekho mntu kokwabo waya endlini kanina xa efika wafika kukho ileta ebhalwe kanje

Thandeka zilungiselele mntanam namhllanjeR yimini emnandi

Uye waxakeka Thandi (Thandeka)

Ndisapheka

LikesπŸ˜­πŸ’”
And Comments πŸ˜­πŸ’”

Plzz

11/03/2021

Introduction

Ndingu Thandeka zondo Apha e Mthatha sizalwa sibabini ndim noSisi uLelomso uMama ngu thandiwe

Plzz Comments
And Like

Send a message to learn more

25/02/2021

Ukhula ngentlukumezeko kubuhlungu

Address

Durban

Telephone

+27665261731

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Thandeka Zondo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share