05/10/2022
Ekse Majita. Jongan marn Bhudas ukumithisa akuyo Fashion. Eligama lithi "sfebe" alingeni kamnandi kwabanye abantwana.💔 "ndimtyile bafethu" lonto ayo Achievement. Ukudlala ngeFeelings zakhe lonto ayo Promotion🚩 Talking bu****it ngaye lonto ayo Qualification 💔 cheating on her ayo Graduation😭 ndayaz nizothula majita or nithi ndizithathela iPoints ngani kanti hay nam I'm not perfect.❤ Ukuba walala naye ngeFirst day nidibana kugcine kuwe, asifuni uyazi thina lonto infact ayihlangenanga nathi lonto, walala nawe kuba ekuthanda ebengafebi.😭 Suhamba uthetha ikaka ngaye.😕 uthetha kakubi ngaye so don't stop us from dating her & it doesn't take away ubuhle bakhe lonto.❤ Remember Another man's trash is another man's treasure 🥺 Siyekeni ngePast yamantombazana sibathanda nayo.Thank You🥺❤