09/09/2025
Ubunzima komhlaba
Igama lam ndingu lizwi wasengobozani .
Mine Zane ithile ndandihamba no mama no Tata sibhekisele kwenye ilale yase mcobantsasi . Safika kweyilali kwamnandi kwanje injabulo yayi phezulu inyembezi zazizohlela ndingasaboni Kwa mntu bendifika naye utata no mama ngoba injabulo eyayipha eMgidini 💃🏿 .kwathi ilanga xaselisiya kunina abazali bam bandithatha sahamba sayofika elalini yam
Kuthe xasifika elali yam safika ngobumnyama emaxesheni kwakungo(23:00) ...yintsimbi yeshumi elinanye wangena ke endlini kwathi kusenjalo utata wacela ukulala umama wamlalisa Kwaba Kuku Lala kwakhe utata .😭 Ndacela umama nam ndathi mama ndikhathele ndicela ukuyo Lala ndiva ubuthonga nam wandivumela umama ....
Kuthe kuthe entatha kusa ndeve ngesikhalo sisitsho zange ndebesabusa ndavele ndasukuma ebhedini ukuyo bona lento yenzakalayo ekhayeni . Ooooh thixo ndathi xandifike umama ucwele izinyembezi😭 ndibuza ubuza nam ukuba kwenzakaleni Kant mama mandibheka utata ulele akekho umntu ondiphendulayo kuyalilwa xandimfusa utata uyawonke ebhedini
Follow me part2 uyeza