Iqaba lase

Iqaba lase Ezakwantu

08/12/2019

Inkumbulo yam ipha kwesasixeko semangopeng ...phantsi kuka chief mokoena....kasi lama kasi ziyawa strng this year

02/12/2019

Hi ematatiele....nibuliswa..ngumzukulwana ka..mabhukwana...😍😍...phantsi....ebulata...😭❣✔️...ngokuzinza ndiphaya emangopeni

11/11/2019

Cela ukuva kuni bogal uthanda indoda enjani...uyichaze nje...😘😘

22/10/2019

Ndicela umntu ozakundibhalela ingoma....
Zesintu...umntu uncance isixhosa ncam

20/10/2019

Uyayazi ivelaphi yakho sihlobo sam

29/09/2019

Ntozika bawo alikhoni lingena ndaba...ntonje utshaba luxesha......ndikutyekezela okunambitheka okwe pizza ...🍕🍕..indandokazi yamagqiyazana akwantu ....mmm isimuncumunci ...🍔

20/09/2019

Funda ukuxolela kuba uyakonakala ...entlizweni ....
Abantu ..befulela izindlu ...esuku kukungakwazi ukuxolela.....umntu ...plus nomona ..uyasigqiba isizwe simnyama ....wise up ...bolove bam

18/09/2019

Bbq xayikuthi unendoda ecaleni yazi ukuthi ndlela endikufumene ngayo yindlela ozakuhamba ngayo ................xawungena 🙏🙏

16/08/2019

Hi bo bbq bam kunjani ndinithanda lanto incangathi....okwe swekile ye hulletts....

Nothing i this world that is common than unsuccess ppl....evn...me I'm one of them 🤞🤣🤣.....
29/06/2019

Nothing i this world that is common than unsuccess ppl....evn...me I'm one of them 🤞🤣🤣.....

Address

West Streets
Durban

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Iqaba lase posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share