03/06/2017
Bazalwane, things that are happening are the reality of Revelations. In other words it was prophesied long ago. Chapter 13 will tell you exactly where we are right now. Jesus is coming, Bazalwane we need to glorify the Lord ngoba thina sisamkhonza, ngexesha abantu bezikhethele othixo babo. It is the most beautiful asset that we ever had, ukuthi thina sibe ngabantwana bakhe inspite of the situation. Masihlale kuye ongabonwayo ngamehlo enyama, He is the King of Kings, the Lord of Lords. I really love my Jesus. Indoda eyathi xa uphuma umphefumlo lakrazuka ikhuselo, khonukuze singabi sakhangela nto iyenye ukusixolelanisa noThixo kodwa siziyele ngqo kuThixo wethu. Ahhh! Glory be the Lamb.