Like kom books writer

Like kom books writer Xhosa book

03/08/2022

Bomi bam

uLelethu ngumntana ongumfana ongenabazali ophila nesifo sika gawulayo. uLelethu waye funda ibanga lesixenxe wayesenza kakuhle esikolweni. Ngenye imini uLelethu wayehamba nabahlobo bakhe wadibana nentombazana engu Siyanda waye wayithanda. Waye waya kuyo wazixela ukuba igama lakhe ngu Lelethu wamxelela ukuba uyamthanda.

uSiyanda waphendula ngelithi ndizothetha base ngomso.uLelethu wayemthanda kakhulu uSiyanda wayengakwazi ukulinda ukuba uSiyanda uzophendula athini ngomso

Ngemini elandelayo waye uSiyanda wathetha noLelethu wamxelela ukuba uyamthanda naye. Waqhuba umjolo wabo kwaye kwafika ixesha lokuba uLelethu axelele uSiyanda ukuba unesifo sika gawulayo.

uLelethu wayengafuni ukulala no Siyathemba engeka mxeleli ukuba unesifo sika gawulayo. Akazange ayamkele uSiyanda lonto ukuba uLelethu uphila no gawulayo. Waye wathi uLelethu masiyeke ukuthandana kuba ndiyasoyika isifo sika gawulayo kuba siyabulala.

01/02/2021

Uthando olungekhoyo

Usipho waye sebenza emapoliseni.wathatha umfazi ongasebenzi.Le yintlungu ka Sipho.

Lali lungile uthando lwabo besa qala. Usipho wathi kumfazi makahlale emakhaya kuba umama wakhe waye mdala kakhulu. Wavuma umfazi uhlala emakhaya.wathi okuqhela abantu belali yakhe kwakubi.

Wadibana nonomzamo umfazi owashiywa ngutatawekhaya ngenxa yezenzo zakhe. Umamazala wayesoloko emlumkisa ngono mzamo kodwa zange amanele.

Wathi uno mzamo tshomi masiye etown baya ke besingise etown. Wafika wamshiya kwi tshomi yakhe eyayine taxi yayi funa umfazi ka Sipho. Umfazi ka Sipho wayixelela ba ndise mzini ndine ndoda.

Waphendula unomzamo Ucinga Sipho angakwenzela ntoni.engena Mali jonga une taxi zakhe lo uzonika yonke into oyifunayo.

Wamfundisa izimanga ke uno mzamo. Waye hamba elala nabo bonke onotaxi. Waphetha efumana iHiv ngenxa yolala nawo onke amadoda angawaziyo.

Wayemfihlela umamazala wakhe ngezizimanga azenzayo. Usipho yena wayengazi nto. Waxelelwa ngu tshomi wakhe emxelela ngezinto ezenziwa ngu mfazi wakhe.

Wathi usipho xa embuza zange aphike. Waye wahla waza emakhaya ezosabela lento ithethwa ngu mfazi wakhe wathatha impahla zakhe zonke umfazi ehamba.

Waphuma egezela indoda yakhe eyithuka nangobubi bakhe. Wafika kulondoda ayithembileyo kwakumnandi kuye waya wagula egulangamandla.

Usipho wakha iflat eziyi 10 wathenga ne bakkie. Yayingekho indlela yobuya emfazini. Egula kakhulu.

Address

Khavara
Lady Frere

Telephone

+27784062593

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Like kom books writer posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Like kom books writer:

Share